Zwe Zwe

Zwe Zwe Discussion Forum


    Ukuxhoma kwe darkie

    Share
    avatar
    Nameless
    Forum Admin
    Forum Admin

    Posts : 53
    Join date : 2013-02-04
    Age : 21
    Location : Planet Mars

    Ukuxhoma kwe darkie

    Post by Nameless on Mon Feb 11, 2013 12:14 am

    "Katrina petoza ndicela ushiye istixo sala
    room yakho ise back kowenu vha, uSipho
    uyeza uzazondithatha and bendithe pha
    kowenu kusekhaya, ngoku ndonqena abone
    inyani, ndicela usele undiboleka nesasihlangu
    sakho sakwaRage esam siphelelwe zi tips
    siyangxola xa ndinyathelayo. Ushiye nala
    mascara uthi i water proof, nesascarf ndifuna
    ugquma ezi love bites zika Scelo entanyen,
    ushiye oku kwe R30 for ndingabi
    sesosibhanxa singenayo nemali yedrink, plus
    nala lip gloss peto!
    Undiboleke nokutya ndlela le ndilambe ngayo
    uyayaz ba kunjan ekhaya, yona iblukhwe
    ndiyibe kweligqwirhakazi lase next door,
    ndiyothule kwi line.

    Ndifuna ucela noba yiR300 kuSipho
    nzawuxoka ndithi ilay-bye yam iyaphelelwa.
    Pls tshomi... Ndim Nomagqabi! "

    REPLY:
    Nomagqabi its me Sipho, uyithumele
    emntwini orongo le sms...

      Current date/time is Thu Dec 14, 2017 4:27 pm